[Music + Video] Ndikhokhele - Lerato Shadare



Acclaimed singer and songwriter, Lerato Shadare sings a South African gospel song titled “Ndikhokhele” accompanied by an awesome video.


The song which can be translated to mean “Lead me oh Jehovah” in the English language is a declaration of Great Things happening with her.


The melody is comprised with illustrious harmonies, and simple unisons is produced by multiple award-winning producers, Agboola Shadare.


In a year of overwhelming health, justice and emotional crisis, the beauty of musicians and other voices can encourage those of us who are looking for more hope at the end of the tunnel.


Watch Video & Download Audio Below; 




[DOWNLOAD MUSIC]





Lyrics: Ndikhokhele By Lerato Shadare


Ndikhokhele O Yehova

Ndingumhambi Nkosi yami

Unamandla Andinawo

Onobutha Thaka ndim


O Msindisi O Msindisi

Nguwe oli Khaka lam


O Msindisi O Msindisi

Nguwe oli Khaka lam


Lowo mthombo Wosindiso

Owavulwa Ngenxa yam

Mawuvele Umpompoze

Uzihlamb' Izono zam


O Msindisi O Msindisi

Nguwe olu Ncedo lwam


O Msindisi O Msindisi

Nguwe olu Ncedo lwam


Ndifikile EJordane

Susa izo Yiko zam

Zundikhaphe Sendiwela

Yiba nguy' Umncedi wam


O Msindisi O Msindisi

Nguwe oli Themba lam


O Msindisi O Msindisi

Nguwe oli Themba lam



No comments:

Please show support and encouragement by leaving your comments and views.


To Contact Gospel Hotspot
News/Music/Video/Event /Tip Off/ Advert
Email: iGospelHotspot@gmail.com